IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 14:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Owu akwaba usindiso lukaSirayeli beluseZiyon!+

      Ekubuyiseni kukaYehova abantu bakhe abathinjiweyo,+

      Makavuye uYakobi, abe nemihlali uSirayeli.+

  • Isaya 49:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Memelelani ngochulumanco, nina mazulu,+ uvuye nawe mhlaba.+ Iintaba mazichwayite zimemelele ngochulumanco.+ Kuba uYehova ubathuthuzele abantu bakhe,+ yaye unosizi ngabaxhwalekileyo bakhe.+

  • Yeremiya 31:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kwaye ngokuqinisekileyo baya kuza bamemelele ngovuyo kwindawo ephakamileyo yaseZiyon+ baze bakhazimle ngenxa yokulunga kukaYehova,+ ngenxa yokudla okuziinkozo nangenxa yewayini entsha+ nangenxa yeoli nangenxa yamathole omhlambi neenkomo.+ Nomphefumlo wabo uya kusuka ube njengomyezo onamanzi amaninzi,+ yaye abayi kuba sadangala kwakhona.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share