IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ezra 3:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngoko ke abantu babengakwazi ukwahlula isandi sokukhwaza ngemihlali+ kwisandi sokulila kwabantu, kuba abantu babekhwaza kakhulu, yaye isandi sasivakala nakude.

  • INdumiso 126:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 126 Ekubabuyiseni kukaYehova abathinjwa baseZiyon,+

      Saba njengabo babephupha.+

  • Isaya 51:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngoko abo bahlawulelweyo bakaYehova baya kubuya beze eZiyon bememelela ngovuyo,+ babe nemihlali ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Baya kufumana imigcobo nemihlali.+ Ngokuqinisekileyo iya kusaba intlungu nokuncwina.+

  • Hezekile 20:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 “‘Kuba entabeni yam engcwele, entabeni ephakamileyo yakwaSirayeli,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘kulapho bona, iyonke indlu kaSirayeli ngokupheleleyo, baya kundikhonza, elizweni.+ Apho ndiya kukholiswa ngabo, yaye apho ndiya kuyifuna iminikelo yenu nentlahlela yeminikelo yenu kwizinto zenu zonke ezingcwele.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share