Mateyu 18:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 waza wathi: “Inene ndithi kuni, Ngaphandle kokuba niyajika nibe njengabantwana abaselula,+ anisayi kuze ningene ebukumkanini bamazulu.+ 1 Korinte 14:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Bazalwana, musani ukuba ngabantwana abaselula emandleni okuqonda,+ kodwa yibani ziintsana ebubini;+ kanti yibani ngabakhule ngokupheleleyo emandleni okuqonda.+
3 waza wathi: “Inene ndithi kuni, Ngaphandle kokuba niyajika nibe njengabantwana abaselula,+ anisayi kuze ningene ebukumkanini bamazulu.+
20 Bazalwana, musani ukuba ngabantwana abaselula emandleni okuqonda,+ kodwa yibani ziintsana ebubini;+ kanti yibani ngabakhule ngokupheleleyo emandleni okuqonda.+