Yeremiya 29:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “‘Okunene niya kundifuna nize nindifumane,+ kuba niya kundifuna ngentliziyo yenu yonke.+ Daniyeli 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko ndabubhekisa ubuso bam+ kuYehova uTHIXO oyinyaniso, ukuze ndimfune ngomthandazo+ nangezibongozo, ngokuzila ukutya nangamarhonya nangothuthu.+ Mateyu 7:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Qhubekani nicela,+ niya kunikwa; qhubekani nifuna, niya kufumana; qhubekani ninkqonkqoza,+ niya kuvulelwa.
3 Ngoko ndabubhekisa ubuso bam+ kuYehova uTHIXO oyinyaniso, ukuze ndimfune ngomthandazo+ nangezibongozo, ngokuzila ukutya nangamarhonya nangothuthu.+
7 “Qhubekani nicela,+ niya kunikwa; qhubekani nifuna, niya kufumana; qhubekani ninkqonkqoza,+ niya kuvulelwa.