INdumiso 38:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ke zona izithandwa zam, namaqabane am, aqhubeka emele kude nesibetho sam,+Abo ndibaqhele ngokusondeleyo bame mgama.+ INdumiso 88:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ubashenxisele kude kum abandiqhelileyo;+Undibeke ndayinto ecekisekayo kubo.+Ndithintelekile yaye andinakuya phambili.+ INtshumayeli 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwaza kwafunyanwa kuso umntu, osweleyo kodwa esisilumko, waza wasisindisa isixeko ngobulumko bakhe.+ Kodwa akukho mntu wamkhumbulayo loo mntu usweleyo.+ Yakobi 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 nize nikhangele ngobabalo+ lowo unesinxibo esimbejembeje nithi: “Hlala apha kwindawo entle,” nithi kulowo ulihlwempu: “Yima phaya wena,” okanye: “Hlala apha ngasesihlalweni seenyawo zam,”
11 Ke zona izithandwa zam, namaqabane am, aqhubeka emele kude nesibetho sam,+Abo ndibaqhele ngokusondeleyo bame mgama.+
8 Ubashenxisele kude kum abandiqhelileyo;+Undibeke ndayinto ecekisekayo kubo.+Ndithintelekile yaye andinakuya phambili.+
15 Kwaza kwafunyanwa kuso umntu, osweleyo kodwa esisilumko, waza wasisindisa isixeko ngobulumko bakhe.+ Kodwa akukho mntu wamkhumbulayo loo mntu usweleyo.+
3 nize nikhangele ngobabalo+ lowo unesinxibo esimbejembeje nithi: “Hlala apha kwindawo entle,” nithi kulowo ulihlwempu: “Yima phaya wena,” okanye: “Hlala apha ngasesihlalweni seenyawo zam,”