IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 11:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Emva koko uYehova wathi: “Khangela! Abantu banye, nolwimi lwabo bonke lunye,+ yaye baqala ngokwenza oku. Ayikho ke ngoku into abacinga ukuyenza enokubanqabela.+

  • Estere 9:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kodwa xa uEstere wafikayo phambi kokumkani wathi ngoxwebhu olubhaliweyo:+ “Icebo lakhe elibi+ alicebileyo nxamnye namaYuda malibuyele phezu kwentloko yakhe”;+ yaye bamxhoma noonyana bakhe esibondeni.+

  • INdumiso 21:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kuba bathumele okubi kuwe;+

      Bacinge iingcamango abangakwaziyo ukuziphumeza.+

  • IMizekeliso 16:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Intliziyo yomntu wasemhlabeni isenokucinga ngendlela yakhe,+ kodwa nguYehova owalathisa amanyathelo akhe.+

  • INtshumayeli 7:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Yabona! Koku kuphela endikufumeneyo, kukuba uTHIXO oyinyaniso walwenza uluntu lwathi tye,+ kodwa lusuke lona lwafuna amacebo amaninzi.”+

  • ISityhilelo 17:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Bona banengcamango enye, yaye banikela amandla negunya labo kwirhamncwa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share