IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Estere 7:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Wabuya nokumkani emyezweni wasebhotwe waya endlwini yesidlo sewayini;+ yaye uHaman wayewele kwisingqengqelo+ awayekuso uEstere. Ngenxa yoko ukumkani wathi: “Kuza kudlwengulwa nokumkanikazi na, ndikhona endlwini?” Lathi lakuphuma elo lizwi emlonyeni kakumkani,+ babugqubuthela ubuso bukaHaman.

  • IMizekeliso 16:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Umsindo kakumkani uthetha abathunywa bokufa,+ kodwa umntu osisilumko uyawunqanda.+

  • IMizekeliso 20:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Umothuso wokumkani unjengokubhavuma kwengonyama entsha enesingci.+ Nabani na omenza avuthe ngumsindo wona nxamnye nomphefumlo wakhe.+

  • Daniyeli 2:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ngenxa yoko waqumba ukumkani, wavutha kakhulu ngumsindo,+ waza wathi mazitshatyalaliswe zonke izilumko zaseBhabhiloni.+

  • Mateyu 25:41
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 “Uya kwandula ke athi kwabo bangasekhohlo kwakhe, ‘Mkani kum,+ nina niqalekisiweyo, niye emlilweni ongunaphakade+ owalungiselelwa uMtyholi neengelosi zakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share