INdumiso 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndisindise,+ Yehova, kuba lowo unyanisekileyo ufikelele esiphelweni;+Kuba abantu abathembekileyo bathe shwaka phakathi koonyana babantu. INtshumayeli 7:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 obuqhubeka usifuna umphefumlo wam, kodwa awasifumana. Ndifumene indoda yanye kwabaliwaka, kodwa andilifumananga+ ibhinqa phakathi kwabo bonke aba.+ Yeremiya 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Zityhutyheni izitrato zaseYerusalem nibone, ngoku, nazi, nize nizifunele kwiindawo zayo zembutho enoba ninokufumana umntu kusini na,+ enoba kukho nabani na owenza okusesikweni,+ nabani na ofuna ukuthembeka,+ yaye ndiya kuyixolela. Mika 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Onyanisekileyo utshabalele emhlabeni, naphakathi koluntu akukho uthe tye.+ Bonke, balalele ukuphalaza igazi.+ Bayazingela, wonk’ ubani umntakwabo, ngomnatha orhuqwayo.+ Luka 18:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndithi kuni, Uya kubangela ukuba okusesikweni kwenziwe kubo ngokukhawuleza.+ Noko ke, xa uNyana womntu efika, uya kulufumana ngokwenene na ukholo emhlabeni?”
12 Ndisindise,+ Yehova, kuba lowo unyanisekileyo ufikelele esiphelweni;+Kuba abantu abathembekileyo bathe shwaka phakathi koonyana babantu.
28 obuqhubeka usifuna umphefumlo wam, kodwa awasifumana. Ndifumene indoda yanye kwabaliwaka, kodwa andilifumananga+ ibhinqa phakathi kwabo bonke aba.+
5 Zityhutyheni izitrato zaseYerusalem nibone, ngoku, nazi, nize nizifunele kwiindawo zayo zembutho enoba ninokufumana umntu kusini na,+ enoba kukho nabani na owenza okusesikweni,+ nabani na ofuna ukuthembeka,+ yaye ndiya kuyixolela.
2 Onyanisekileyo utshabalele emhlabeni, naphakathi koluntu akukho uthe tye.+ Bonke, balalele ukuphalaza igazi.+ Bayazingela, wonk’ ubani umntakwabo, ngomnatha orhuqwayo.+
8 Ndithi kuni, Uya kubangela ukuba okusesikweni kwenziwe kubo ngokukhawuleza.+ Noko ke, xa uNyana womntu efika, uya kulufumana ngokwenene na ukholo emhlabeni?”