IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 12:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Yaye ndiya kubasikelela abo bakusikelelayo, ndize ndimqalekise lowo ukuqalekisayo,+ kwaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngawe zonke iintsapho zasemhlabeni.”+

  • INdumiso 37:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Imini yonke uyababala yaye uyabolekisa,+

      Ngoko inzala yakhe imele ifumane iintsikelelo.+

  • IZenzo 2:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Kuba esi sithembiso+ senzelwa nina nabantwana benu nabo bonke abo bakude,+ bonke abo uYehova uThixo wethu asenokubabizela kuye.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share