IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 23:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Watsho uTHIXO kaSirayeli,

      ILiwa likaSirayeli lathetha kum,+

      ‘Xa lowo ulawula uluntu elilungisa,+

      Elawula ngokoyika uThixo,+

  • 1 Kumkani 2:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ke yena uSolomon, wahlala phantsi etroneni kaDavide uyise;+ yaye ubukumkani bakhe bamiselwa ngokuqinileyo kakhulu.+

  • 1 Kumkani 7:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ke yona iVeranda yeTrone+ apho wayegwebela khona, wenza iveranda yokugwebela;+ yaye bayigubungela ngomsedare ukususela emgangathweni kuse emiqadini.+

  • Mateyu 19:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 UYesu wathi kubo: “Inene ndithi kuni, Ekudalweni okutsha, xa uNyana womntu ehlala phantsi kwitrone yakhe ezukileyo, nina eniye nandilandela niya kuhlala kwiitrone ezilishumi elinesibini, nigweba izizwe ezilishumi elinesibini zakwaSirayeli.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share