IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 18:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Kodwa wena ufanele uzikhethele ebantwini bonke amadoda afanelekileyo,+ amoyikayo uThixo,+ amadoda akholosekileyo,+ ayithiyileyo ingeniso yokungekho sikweni;+ uze uwamise phezu kwabo, abe ziintloko zamawaka,+ neentloko zamakhulu, neentloko zamashumi ngamahlanu kwaneentloko zamashumi.+

  • 2 Kronike 19:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ke kaloku vumelani ukunkwantya+ kuYehova kube kuni.+ Lumkani nize nithabathe inyathelo,+ kuba uYehova uThixo wethu akanantswela-bulungisa+ nakukhetha buso+ okanye kuthabatha sinyobo.”+

  • Nehemiya 5:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ke zona ezinye iirhuluneli ezazingaphambi kwam, zazibenzela ubunzima abantu, yaye zaziqhubeka zithabatha kubo amashumi amane eeshekele zesilivere ukwenzela isonka newayini. Abalindi babo babebalawula abantu.+ Ke mna, andizange ndenze ngaloo ndlela+ ngenxa yokoyika uThixo.+

  • Isaya 11:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 yaye uya kuyoliswa kukoyika uYehova.+

      Akayi kugweba ngayo nayiphi na imbonakalo nje esemehlweni akhe, engayi kohlwaya ngokwento nje eviwe ziindlebe zakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share