1 Kumkani 3:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Wonke uSirayeli wasiva isigwebo+ esasenziwe ngukumkani; yaye boyika ngenxa kakumkani,+ kuba babona ukuba ubulumko+ bukaThixo babungaphakathi kuye ukuba aphumeze isigwebo. INdumiso 72:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Makabagwebe abaxhwalekileyo ebantwini,+Makabasindise oonyana babo bangamahlwempu,Makamtyumze lowo uqhathayo. IMizekeliso 16:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Siyinto ecekisekayo kukumkani+ isenzo sobungendawo, kuba itrone imiselwe ngokuqinileyo ngobulungisa.+
28 Wonke uSirayeli wasiva isigwebo+ esasenziwe ngukumkani; yaye boyika ngenxa kakumkani,+ kuba babona ukuba ubulumko+ bukaThixo babungaphakathi kuye ukuba aphumeze isigwebo.
4 Makabagwebe abaxhwalekileyo ebantwini,+Makabasindise oonyana babo bangamahlwempu,Makamtyumze lowo uqhathayo.
12 Siyinto ecekisekayo kukumkani+ isenzo sobungendawo, kuba itrone imiselwe ngokuqinileyo ngobulungisa.+