IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 14:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Inkoliseko yokumkani ikumkhonzi owenza ngengqiqo,+ kodwa ukuvutha kwakhe ngumsindo kukwabo benza okuziintloni.+

  • IMizekeliso 20:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ukumkani olumkileyo uchithachitha abantu abangendawo,+ aze ajikele phezu kwabo ivili.+

  • Luka 12:48
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 48 Kodwa elo lingaqondanga+ laza ngoko lenza izinto ezifanelwe yimivumbo liya kubethwa embalwa.+ Eneneni, wonk’ ubani onikwe okuninzi, kuya kufunwa okuninzi+ kuye; nalowo abantu bambeke ukuba aphathe okuninzi, baya kufuna okungakumbi kunokuqhelekileyo kuye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share