IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 15:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 USamuweli wathi: “Ngaba uYehova lo uyoliswa yiminikelo etshiswayo+ nemibingelelo na njengoko kunjalo ngokuthotyelwa kwelizwi likaYehova? Khangela! Ukuthobela+ kulunge ngakumbi kunombingelelo,+ ukunikela ingqalelo kunamanqatha+ eenkunzi zeegusha;

  • INdumiso 50:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Nikelani imibulelo njengedini lenu kuThixo,+

      Nize nizifezekise kOyena Uphakamileyo izibhambathiso zenu;+

  • Hoseya 6:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kuba ndiyoliswa bububele bothando,+ kungekhona imibingelelo;+ ndiyoliswa kukwazi uThixo kuneminikelo etshiswa kuphele.+

  • Mika 6:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Uya kukholiswa na uYehova ngamawaka eenkunzi zeegusha, ngamashumi amawaka emisinga yeoli?+ Ndiya kunikela ngonyana wam olizibulo na ngenxa yokuvukela kwam, isiqhamo sesisu sam na ngenxa yesono somphefumlo wam?+

  • Mateyu 12:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Noko ke, ukuba nanikuqondile okuthethwa kukuthi, ‘Ndifuna inceba,+ kungekhona umbingelelo,’+ ngeningakhange nibagwebele isohlwayo abo bangenatyala.

  • Marko 12:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 yaye oku kumthanda ngentliziyo kabani iphela nangokuqonda kukabani kuphela nangamandla kabani ephela noku kuthanda ummelwane kabani njengaye kuxabiseke ngaphezulu lee kunayo yonke iminikelo etshiswa kuphele nemibingelelo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share