2 Samuweli 22:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Nabantu abathobekileyo uya kubasindisa;+Kodwa amehlo akho anxamnye nabo banekratshi, ukuze ubathobe.+ INdumiso 10:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngokuziqhenya kwakhe lowo ungendawo akaphandi;+Zonke iingcamango zakhe zezokuthi: “Akukho Thixo.”+ INdumiso 18:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngenxa yokuba wena uya kubasindisa abantu abaxhwalekileyo;+Kodwa amehlo anekratshi uya kuwathoba.+ INdumiso 101:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Nabani na onyelisa iqabane lakhe emfihlekweni,+Yena ndiyamthulisa.+Nabani na onamehlo anekratshi nonentliziyo ekhukhumeleyo,+Yena andinakumnyamezela.+ IMizekeliso 6:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ngamehlo aziphakamisayo,+ lulwimi oluxokayo,+ nezandla eziphalaza igazi elimsulwa,+ IMizekeliso 14:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Intonga yekratshi isemlonyeni wesidenge,+ kodwa imilebe yezilumko iya kuzilinda.+ Isaya 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Amehlo anekratshi omntu wasemhlabeni amele athotywe, nokuphakama kwabantu kumele kuthotywe;+ yaye nguYehova yedwa omele abekwe phezulu ngaloo mini.+ Luka 18:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndithi kuni, Lo mntu wehla ukuya ekhayeni lakhe engqineke elilungisa ngakumbi+ kunalowa umntu; kuba wonk’ ubani oziphakamisayo uya kuthotywa, kodwa lowo uzithobayo uya kuphakanyiswa.”+ 1 Petros 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngokunjalo, nina madodana, wathobeleni+ amadoda amakhulu. Bhinqani nonke ukuthobeka kwengqondo omnye ngakomnye,+ ngenxa yokuba uThixo ubachasile abo banekratshi, kodwa ubanika ububele obungasifanelanga abo bathobekileyo.+
28 Nabantu abathobekileyo uya kubasindisa;+Kodwa amehlo akho anxamnye nabo banekratshi, ukuze ubathobe.+
27 Ngenxa yokuba wena uya kubasindisa abantu abaxhwalekileyo;+Kodwa amehlo anekratshi uya kuwathoba.+
5 Nabani na onyelisa iqabane lakhe emfihlekweni,+Yena ndiyamthulisa.+Nabani na onamehlo anekratshi nonentliziyo ekhukhumeleyo,+Yena andinakumnyamezela.+
11 Amehlo anekratshi omntu wasemhlabeni amele athotywe, nokuphakama kwabantu kumele kuthotywe;+ yaye nguYehova yedwa omele abekwe phezulu ngaloo mini.+
14 Ndithi kuni, Lo mntu wehla ukuya ekhayeni lakhe engqineke elilungisa ngakumbi+ kunalowa umntu; kuba wonk’ ubani oziphakamisayo uya kuthotywa, kodwa lowo uzithobayo uya kuphakanyiswa.”+
5 Ngokunjalo, nina madodana, wathobeleni+ amadoda amakhulu. Bhinqani nonke ukuthobeka kwengqondo omnye ngakomnye,+ ngenxa yokuba uThixo ubachasile abo banekratshi, kodwa ubanika ububele obungasifanelanga abo bathobekileyo.+