3 Kuko oku okuyintlekele kuko konke okwenzekayo phantsi kwelanga, ukuthi, ngenxa yokuba kukho isiphelo esinye kubo bonke,+ ngoko intliziyo yoonyana babantu izaliswe bububi;+ yaye kukho impambano+ entliziyweni yabo ebudeni bexesha lokudla kwabo ubomi, baze emva koko—baye kwabafileyo!+