IMizekeliso 15:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Indlela yongendawo yinto ecekisekayo kuYehova,+ kodwa osukela ubulungisa uyamthanda.+ Mateyu 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Banoyolo abo balambela baze banxanelwe+ ubulungisa, kuba baya kuhluthiswa.+ Hebhere 12:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Phuthumani uxolo nabantu bonke,+ nobungcwalisa+ ekungekho mntu uya kuyibona iNkosi ngaphandle kwabo,+
14 Phuthumani uxolo nabantu bonke,+ nobungcwalisa+ ekungekho mntu uya kuyibona iNkosi ngaphandle kwabo,+