Eksodus 22:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ukuba uthe wayixhwalekisa nangayiphi na indlela, yadanduluka kum, ndosiva ngenene isikhalo sayo;+ Duteronomi 27:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “‘Uqalekisiwe ojika+ isigwebo+ somphambukeli+ nesenkwenkwe engenayise nesomhlolokazi.’+ (Bathi bonke abantu, ‘Amen!’) INdumiso 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba wena uyibonile inkathazo nengqumbo.Uqhubeka ukhangele, ukuze ubafake esandleni sakho.+Uzinikela kuwe lowo unelishwa,+ inkwenkwe engenayise.Wena ungumncedi wayo.+ INdumiso 68:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Uyise wamakhwenkwe angenayise nomgwebi wabahlolokazi+NguThixo endaweni yakhe yokuhlala engcwele.+
19 “‘Uqalekisiwe ojika+ isigwebo+ somphambukeli+ nesenkwenkwe engenayise nesomhlolokazi.’+ (Bathi bonke abantu, ‘Amen!’)
14 Kuba wena uyibonile inkathazo nengqumbo.Uqhubeka ukhangele, ukuze ubafake esandleni sakho.+Uzinikela kuwe lowo unelishwa,+ inkwenkwe engenayise.Wena ungumncedi wayo.+