1 Kumkani 1:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Yaye oku koko ukumkani aye wakutsho, ‘Makabongwe+ uYehova uTHIXO kaSirayeli, oye namhlanje wandinika lowo uya kuhlala etroneni yam, amehlo am ekubona oko!’”+ IMizekeliso 10:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Imizekeliso kaSolomon.+ Unyana olumkileyo umenza abe nemihlali uyise,+ unyana osisiyatha uyintlungu kanina.+
48 Yaye oku koko ukumkani aye wakutsho, ‘Makabongwe+ uYehova uTHIXO kaSirayeli, oye namhlanje wandinika lowo uya kuhlala etroneni yam, amehlo am ekubona oko!’”+
10 Imizekeliso kaSolomon.+ Unyana olumkileyo umenza abe nemihlali uyise,+ unyana osisiyatha uyintlungu kanina.+