IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 13:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Unyana usisilumko apho kukho ingqeqesho kayise,+ kodwa umgculeli akeva kukhalinyelwa.+

  • IMizekeliso 23:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Uyise welungisa ngaphandle kwamathandabuzo uya kuvuya;+ nalowo uzala isilumko uya kuba nemihlali ngaso.+

  • IMizekeliso 27:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yiba nobulumko, nyana wam, uze uyenze ibe nemihlali intliziyo yam,+ ukuze ndimphendule ondingcikivayo.+

  • IMizekeliso 29:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Umntu othanda ubulumko umenza abe nemihlali uyise,+ kodwa oliqabane noonongogo utshabalalisa izinto zexabiso.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share