1 Samuweli 23:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 NoDavide wazi ukuba uSawule wayemyilela ububi.+ Ngenxa yoko wathi kuAbhiyatare umbingeleli: “Sondeza iefodi leyo.”+ INdumiso 38:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kodwa abo bafuna umphefumlo wam bandibekele izibatha,+Abo basebenzela ukundenzela intlekele bathethe ngamashwangusha,+Baqhubeka bedumzela inkohliso imini yonke.+ IMizekeliso 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ukuba bathi: “Hamba nathi. Masilalele igazi.+ Masilalele ngokufihlakeleyo abantu abamsulwa ngaphandle kwesizathu.+ IMizekeliso 15:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Intliziyo yelungisa iyayicamngca impendulo,+ kodwa umlomo wabangendawo umpompoza izinto ezimbi.+ Mateyu 26:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 baza baceba+ ukumbamba uYesu ngobuqhophololo, bambulale.
9 NoDavide wazi ukuba uSawule wayemyilela ububi.+ Ngenxa yoko wathi kuAbhiyatare umbingeleli: “Sondeza iefodi leyo.”+
12 Kodwa abo bafuna umphefumlo wam bandibekele izibatha,+Abo basebenzela ukundenzela intlekele bathethe ngamashwangusha,+Baqhubeka bedumzela inkohliso imini yonke.+
11 Ukuba bathi: “Hamba nathi. Masilalele igazi.+ Masilalele ngokufihlakeleyo abantu abamsulwa ngaphandle kwesizathu.+