Eksodus 20:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Beka uyihlo nonyoko+ ukuze yolulwe imihla yakho emhlabeni akunika wona uYehova uThixo wakho.+ Eksodus 21:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Othe waqalekisa uyise nokuba ngunina makabulawe afe.+ Levitikus 20:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “‘Ukuba uthe nawuphi na umntu waqalekisa uyise nonina,+ makabulawe afe.+ Nguyise nonina abo abaqalekisileyo. Igazi lakhe liphezu kwakhe.+ Duteronomi 27:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “‘Uqalekisiwe omphatha ngendelelo uyise okanye unina.+ (Bathi bonke abantu, ‘Amen!’) IMizekeliso 19:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Odlakazelisa uyise nogxotha+ unina ungunyana owenza okuziintloni nokulihlazo.+ 2 Timoti 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba abantu baya kuba ngabazithandayo, abathandi bemali, abazidlayo, abanekratshi, abanyelisi, abangathobeli bazali,+ abangenambulelo, abanganyanisekanga,+
9 “‘Ukuba uthe nawuphi na umntu waqalekisa uyise nonina,+ makabulawe afe.+ Nguyise nonina abo abaqalekisileyo. Igazi lakhe liphezu kwakhe.+
2 Kuba abantu baya kuba ngabazithandayo, abathandi bemali, abazidlayo, abanekratshi, abanyelisi, abangathobeli bazali,+ abangenambulelo, abanganyanisekanga,+