IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 16:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Yaye ngenxa yokuba intliziyo yabo yayichwayitile,+ bathi: “Biza uSamson ukuze aze kusonwabisa.”+ Ngoko bambiza uSamson endlwini yentolongo ukuze adlale phambi kwabo;+ bammisa phakathi kweentsika.

  • 2 Samuweli 16:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Wafika ke uKumkani uDavide naseBhahurim,+ yaye, khangela! kwaphuma apho indoda yentsapho yendlu kaSawule, igama layo yayinguShimeyi,+ unyana kaGera, iphuma kwaye iqalekisa ekuphumeni kwayo.+

  • Yobhi 31:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Ukuba bendidla ngokuba nemihlali ekupheleni kwalowo undithiye kakhulu,+

      Okanye bendichulumanca ngenxa yokuba efunyenwe bububi—

  • IMizekeliso 17:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ogculela osweleyo ungcikiva uMenzi wakhe.+ Ovuyela intlekele eyehlela omnye akayi kukhululeka esohlwayweni.+

  • IMizekeliso 25:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ukuba okuthiyayo ulambile, mnike isonka adle; yaye ukuba unxaniwe, mnike amanzi asele.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share