IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 12:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Indlela yesidenge ilungile emehlweni aso,+ kodwa ophulaphula icebiso sisilumko.+

  • Roma 12:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Nyamekelanani;+ musani ukunyamekela izinto eziphakamileyo,+ kodwa sukelani izinto eziphantsi.+ Musani ukuba ziingqondi emehlweni enu.+

  • 1 Korinte 3:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Makungabikho nabani na uzikhohlisayo: Ukuba nabani na phakathi kwenu ucinga ukuba usisilumko+ kule nkqubo yezinto, makabe sisidenge, ukuze abe sisilumko.+

  • 1 Korinte 8:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ukuba nabani na ucinga ukuba uzuze ulwazi lokuthile,+ akakazi ngohlobo ebefanele ukuba wazi ngalo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share