2 Samuweli 13:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ke uAbhisalom akazange athethe nokuba lelibi okanye lelilungileyo kuAmnon; kuba uAbhisalom wamthiya+ uAmnon ngenxa yokuba wayemthobile uTamare udade wabo. IMizekeliso 10:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Apho kukho ogubungela intiyo kukho imilebe yobuxoki,+ yaye ozisa ingxelo embi usisiyatha.+
22 Ke uAbhisalom akazange athethe nokuba lelibi okanye lelilungileyo kuAmnon; kuba uAbhisalom wamthiya+ uAmnon ngenxa yokuba wayemthobile uTamare udade wabo.