Genesis 34:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yaye oonyana bakaYakobi babuya endle zisuka nje besakukuva oko; kwaye aba buhlungu la madoda aza avutha ngumsindo,+ kuba wenza ubudenge obulihlazo kwaSirayeli ngokulala nentombi kaYakobi,+ ekubeni ingamelanga kwenziwa nantoni na enjengaleyo.+ Levitikus 19:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “‘Uze ungamthiyi umzalwana wakho entliziyweni yakho.+ Kunoko ufanele usohlwaye isinxulumani sakho,+ ukuze ungazithwalisi isono ngenxa yaso. IMizekeliso 18:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Umzalwana ekunxaxhwe nxamnye naye ungaphezu kwedolophu eyomeleleyo;+ yaye kukho usukuzwano olunjengomvalo wenqaba yokuhlala.+ IMizekeliso 26:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngemilebe yakhe othiyayo uzenza angaqondakali, kodwa ngaphakathi ubeka inkohliso.+ Efese 4:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Qumbani, kodwa ningoni;+ malingatshoni ilanga nicaphukile,+ 1 Yohane 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Lowo umthiyileyo+ umzalwana wakhe usisibulala-mntu,+ yaye niyazi ukuba akukho sibulala-mntu+ sinobomi obungunaphakade obuhleliyo kuso.+
7 Yaye oonyana bakaYakobi babuya endle zisuka nje besakukuva oko; kwaye aba buhlungu la madoda aza avutha ngumsindo,+ kuba wenza ubudenge obulihlazo kwaSirayeli ngokulala nentombi kaYakobi,+ ekubeni ingamelanga kwenziwa nantoni na enjengaleyo.+
17 “‘Uze ungamthiyi umzalwana wakho entliziyweni yakho.+ Kunoko ufanele usohlwaye isinxulumani sakho,+ ukuze ungazithwalisi isono ngenxa yaso.
19 Umzalwana ekunxaxhwe nxamnye naye ungaphezu kwedolophu eyomeleleyo;+ yaye kukho usukuzwano olunjengomvalo wenqaba yokuhlala.+
15 Lowo umthiyileyo+ umzalwana wakhe usisibulala-mntu,+ yaye niyazi ukuba akukho sibulala-mntu+ sinobomi obungunaphakade obuhleliyo kuso.+