IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 10:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Imizekeliso kaSolomon.+

      Unyana olumkileyo umenza abe nemihlali uyise,+ unyana osisiyatha uyintlungu kanina.+

  • IMizekeliso 15:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Unyana osisilumko umenza abe nemihlali uyise,+ kodwa umntu osisiyatha udelela unina.+

  • IMizekeliso 23:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Nyana wam, ukuba ithe yalumka intliziyo yakho,+ iya kuba nemihlali intliziyo yam, eyam kanye.+

  • Zefaniya 3:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 UYehova uThixo wakho uphakathi kwakho. NjengaLowo unamandla, uya kusindisa.+ Uya kugcoba ngawe enemihlali.+ Uya kuthi cwaka eluthandweni lwakhe. Uya kugcoba ngawe ememelela ngoyolo.

  • 2 Yohane 4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ndibe nemihlali kakhulu ndakufumanisa ukuba abathile kubantwana bakho+ bahamba enyanisweni,+ kanye njengoko samkela umyalelo kuBawo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share