IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 5:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “‘Ke ukuba umphefumlo+ wona ngokuthi uve isiqalekiso sasesidlangalaleni+ kwaye ulingqina loko okanye ubonile okanye uyazi ngaso, ungaxeli,+ ngoko umele uphendule ngesiphoso sawo.

  • Numeri 25:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Wayilandela indoda leyo yakwaSirayeli ukuya ententeni enegumbi elisitheleyo waza wabahlaba bobabini, indoda yakwaSirayeli nomfazi lowo emalungwini akhe enzala. Ngenxa yoko sathintelwa isibetho koonyana bakaSirayeli.+

  • 1 Samuweli 15:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 kuba imvukelo+ iyafana nesono sokuvumisa,+ nokunyanzelisa ngekratshi nqwa nokusebenzisa amandla angaqhelekanga nemilonde-khaya.+ Ekubeni uligatyile ilizwi likaYehova,+ ngako oko naye uyakugatya ekubeni ngukumkani.”+

  • Efese 5:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 yaye musani ukwabelana+ nabo kwimisebenzi yobumnyama+ engenasiqhamo, kunoko, bohlwayeni,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share