Levitikus 25:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Musa ukuthabatha nzala kuye okanye ufune inzuzo enkulu,+ kunoko umele umoyike uThixo wakho;+ aphile umzalwana wakho kuwe. Duteronomi 23:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “Uze ungamhlawulisi nzala umzalwana wakho,+ inzala ngemali, inzala ngokutya,+ nenzala ngayo nantoni ekubizwa inzala ngayo. Hezekile 18:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ubize inzuzo enkulu,+ wathabatha nenzala,+ ngokuqinisekileyo akayi kuhlala ephila. Zonke ezi zinto zicekisekayo uzenzile.+ Ngokuqinisekileyo uya kubulawa. Igazi lakhe liya kuba phezu kwakhe.+
36 Musa ukuthabatha nzala kuye okanye ufune inzuzo enkulu,+ kunoko umele umoyike uThixo wakho;+ aphile umzalwana wakho kuwe.
19 “Uze ungamhlawulisi nzala umzalwana wakho,+ inzala ngemali, inzala ngokutya,+ nenzala ngayo nantoni ekubizwa inzala ngayo.
13 Ubize inzuzo enkulu,+ wathabatha nenzala,+ ngokuqinisekileyo akayi kuhlala ephila. Zonke ezi zinto zicekisekayo uzenzile.+ Ngokuqinisekileyo uya kubulawa. Igazi lakhe liya kuba phezu kwakhe.+