-
1 Samuweli 26:19INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
19 Ke kaloku inkosi yam ukumkani, mayincede, iphulaphule amazwi omkhonzi wayo: Ukuba nguYehova okuxhokonxileyo nxamnye nam, makeve ke ivumba lomnikelo wokudla okuziinkozo.+ Kodwa ukuba ngoonyana bomntu,+ baqalekisiwe phambi koYehova,+ ngenxa yokuba namhlanje bandigxothile ukuze ndingazivi ndinamathele elifeni likaYehova,+ besithi, ‘Hamba, khonza abanye oothixo!’+
-