IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 2:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Mkhonzeni uYehova ngokoyika+

      Nivuye ngokungcangcazela.+

  • IMizekeliso 8:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ukoyika uYehova kuthetha ukuthiya okubi.+ Ukuziphakamisa nekratshi+ nendlela embi nomlomo onobugwenxa+ ndikuthiyile.

  • IMizekeliso 23:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Intliziyo yakho mayingabamoneli aboni,+ kodwa yoyika uYehova imini yonke.+

  • Yeremiya 32:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 Ndiza kwenza nabo umnqophiso ohlala ngokungenammiselo,+ ukuba ndingabuyi umva emva kwabo, ukuze ndibenzele okulungileyo;+ nokundoyika ndiya kukufaka entliziyweni yabo ukuze bangesuki kum.+

  • Filipi 2:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ngenxa yoko, zintanda, njengoko benisoloko nithobela,+ kungekuphela nje xa ndikho, kodwa kwanangakumbi xa ndingekho, hlalani nilufezekisa usindiso lwenu ngoloyiko+ nangokungcangcazela;

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share