IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 8:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Wathi: “Le iya kuba yimfanelo eselungelweni+ likakumkani oya kulawula phezu kwenu: Oonyana benu uya kubathabatha+ aze ababeke njengabakhe ezinqwelweni zakhe+ naphakathi kwabakhweli-mahashe bakhe,+ yaye abanye kofuneka babaleke phambi kweenqwelo zakhe;+

  • 2 Samuweli 15:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kwathi ke emva kwezo zinto uAbhisalom wazenzela inqwelo, inamahashe namadoda angamashumi amahlanu abaleka phambi kwakhe.+

  • 1 Kumkani 1:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngalo lonke elo xesha uAdoniya+ unyana kaHagiti+ wayeziphakamisa,+ esithi: “Mna ngokwam ndiza kulawula njengokumkani!”+ Yaye wenzelwa inqwelo nabakhweli-mahashe namadoda angamashumi amahlanu awayebaleka phambi kwakhe.+

  • 2 Kumkani 10:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kwathi kamsinya nje akuba egqibile ukwenza umnikelo otshiswayo, ngoko nangoko uYehu wathi kwiimbaleki nakubaphathi-mkhosi: “Ngenani, nibaxabele! Ningavumeli namnye ukuba aphume.”+ Yaye iimbaleki nabaphathi-mkhosi+ babaxabela ngohlangothi lwekrele baza babaphosela ngaphandle, baqhubeka bada baya kufikelela kwisixeko sendlu kaBhahali.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share