-
Estere 8:17INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
17 Yaye kuwo onke amaphondo ahlukahlukeneyo nakuzo zonke izixeko ezahlukahlukeneyo naphi na apho ilizwi likakumkani nomthetho wakhe wawufikelela khona yayiyimihlali nemigcobo kumaYuda, isidlo+ nomhla olungileyo; yaye abaninzi kwizizwana+ zelizwe babezivakalisa njengamaYuda,+ kuba babefikelwe kukunkwantya+ ngenxa yamaYuda.
-