IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Nehemiya 8:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kwaye wahlabela mgama wathi kubo: “Hambani, nidle izinto ezinamanqatha nize nisele izinto ezimnandi, nithumele izabelo+ kwabo bebengalungiselelwanga nto; kuba olu suku lungcwele kwiNkosi yethu, ningabi buhlungu, kuba uvuyo lukaYehova ligwiba lenu.”

  • Estere 9:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kungenxa yoko le nto amaYuda elo lizwe, awayengabemi kwizixeko zezithili ezisemaphandleni, ayewenza umhla weshumi elinesine wenyanga enguAdare+ ube ngowemihlali+ nowesidlo, umhla olungileyo+ nowokuthumelelana izahlulo.+

  • Estere 9:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 ngokuvumelana nemihla awaphumla ngayo amaYuda ezintshabeni zawo+ nenyanga ekwatshintshwa ngayo intlungu yawo yaba yimihlali nokuzila+ kwaba yimini elungileyo, ukuba ayigcine njengemihla yesidlo nemihlali nokuthumelelana izahlulo+ nezipho kumahlwempu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share