IMizekeliso 10:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Imizekeliso kaSolomon.+ Unyana olumkileyo umenza abe nemihlali uyise,+ unyana osisiyatha uyintlungu kanina.+ IMizekeliso 15:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Unyana osisilumko umenza abe nemihlali uyise,+ kodwa umntu osisiyatha udelela unina.+ IMizekeliso 27:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yiba nobulumko, nyana wam, uze uyenze ibe nemihlali intliziyo yam,+ ukuze ndimphendule ondingcikivayo.+ Luka 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwaye uya kuba novuyo nochulumanco olukhulu, yaye abaninzi baya kuba nemihlali+ ngenxa yokuzalwa kwakhe;
10 Imizekeliso kaSolomon.+ Unyana olumkileyo umenza abe nemihlali uyise,+ unyana osisiyatha uyintlungu kanina.+
11 Yiba nobulumko, nyana wam, uze uyenze ibe nemihlali intliziyo yam,+ ukuze ndimphendule ondingcikivayo.+
14 Kwaye uya kuba novuyo nochulumanco olukhulu, yaye abaninzi baya kuba nemihlali+ ngenxa yokuzalwa kwakhe;