IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 22:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Yiqeqeshe inkwenkwe ngokwendlela yayo;+ naxa indala ayisayi kuphambuka kuyo.+

  • IMizekeliso 22:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ubudenge bubotshiwe entliziyweni yenkwenkwe;+ intonga yengqeqesho iya kubushenxisela kude kuyo.+

  • IMizekeliso 23:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Musa ukuluyeka uqeqesho enkwenkweni.+ Ukuba uthe wayibetha ngentonga, ayisayi kufa.

  • Efese 6:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Nani, boyise, musani ukubacaphukisa abantwana benu,+ kodwa qhubekani nibakhulisela+ kwingqeqesho+ nasekweyiselweni kwengqondo+ kuYehova.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share