IMizekeliso 13:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Oyiyekileyo intonga yakhe umthiyile unyana wakhe,+ kodwa omthandayo umfunela ingqeqesho.+ IMizekeliso 19:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Mbethe unyana wakho ngoxa kusekho ithemba;+ uze ungakunqweneli ngomphefumlo wakho ukumbulala.+ IMizekeliso 23:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ufanele uyibethe ngentonga, ukuze uwuhlangule umphefumlo wayo eShiyol.+ IMizekeliso 29:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Intonga nesohlwayo zinika ubulumko;+ kodwa inkwenkwe eyekelelwayo iya kumhlazisa unina.+ Hebhere 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba kangangemihla embalwa babesiqeqesha ngokoko kwakubonakala kulungile kubo,+ kodwa yena wenjenjalo ngenxa yengenelo yethu ukuze sibe nenxaxheba kubungcwele bakhe.+
10 Kuba kangangemihla embalwa babesiqeqesha ngokoko kwakubonakala kulungile kubo,+ kodwa yena wenjenjalo ngenxa yengenelo yethu ukuze sibe nenxaxheba kubungcwele bakhe.+