INdumiso 36:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba wenze ngokugudileyo kakhulu emehlweni akhe+Ukuze afumane isiphoso sakhe ukuze asithiye.+ Isaya 65:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 abo bathi, ‘Namathela kuwe. Musa ukusondela kum, kuba ngokuqinisekileyo ndiya kudlulisela ubungcwele kuwe.’+ Aba bangumsi emathatheni am,+ umlilo ovutha imini yonke.+ Luka 16:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngoko wathi kubo: “Nina nizivakalisa ningamalungisa phambi kwabantu,+ kodwa uThixo uyazazi iintliziyo zenu;+ kuba oko kuphakamileyo phakathi kwabantu kulizothe emehlweni kaThixo.+ 2 Timoti 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 abangcatshi,+ abaneentloko ezilukhuni, abakhukhumele likratshi,+ abathandi beziyolo kunokuba bathande uThixo,+ 1 Yohane 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ukuba sithi: “Asinasono,”+ siyazikhohlisa+ yaye inyaniso ayikho kuthi.
5 abo bathi, ‘Namathela kuwe. Musa ukusondela kum, kuba ngokuqinisekileyo ndiya kudlulisela ubungcwele kuwe.’+ Aba bangumsi emathatheni am,+ umlilo ovutha imini yonke.+
15 Ngoko wathi kubo: “Nina nizivakalisa ningamalungisa phambi kwabantu,+ kodwa uThixo uyazazi iintliziyo zenu;+ kuba oko kuphakamileyo phakathi kwabantu kulizothe emehlweni kaThixo.+
4 abangcatshi,+ abaneentloko ezilukhuni, abakhukhumele likratshi,+ abathandi beziyolo kunokuba bathande uThixo,+