IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 20:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kuba uYehova wayezivale vingci zonke izibeleko endlwini ka-Abhimeleki ngenxa kaSara, umfazi ka-Abraham.+

  • Genesis 30:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ekugqibeleni uThixo wamkhumbula uRakeli, yaye uThixo wamva waza wamphendula kuba wasivula isibeleko sakhe.+

  • 1 Samuweli 1:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 kodwa uHana wamnika isabelo sasinye. Noko ke wayethanda+ uHana, yaye, ke yena uYehova, wayesivalile isibeleko sakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share