IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 15:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Aze uAbhisalom ahlabele mgama athi: “Owu ukuba nje bendimiselwe ndangumgwebi elizweni,+ ukuba wonke umntu onetyala okanye umgwebo eze kum! Ngokuqinisekileyo ke bendiya kumenzela okusesikweni.”+

  • Estere 5:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 yaye uHaman wavakalisa kubo uzuko lobutyebi bakhe+ nobuninzi boonyana bakhe+ nayo yonk’ into ukumkani awayemenze mkhulu ngayo nendlela awayemphakamise ngayo ngaphezu kweenkosana nabakhonzi bakakumkani.+

  • IMizekeliso 26:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ngaba ukhe wambona umntu osisilumko kwawakhe amehlo?+ Kukho ithemba ngakumbi kosisiyatha+ kunaye.

  • Roma 12:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Nyamekelanani;+ musani ukunyamekela izinto eziphakamileyo,+ kodwa sukelani izinto eziphantsi.+ Musani ukuba ziingqondi emehlweni enu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share