Levitikus 10:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Musa ukusela wayini nasiselo sinxilisayo,+ wena noonyana bakho abakunye nawe, ekungeneni kwenu ententeni yokuhlangana, ukuze ningafi. Ngummiselo wexesha elingenammiselo ezizukulwaneni zenu ke lowo, Estere 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Baphuma abathwali besigidimi, bekhawuleza+ ngenxa yelizwi likakumkani, kwaye umthetho wawiswa kwinqaba iShushan.+ Ke yena ukumkani noHaman, bahlala phantsi ukuze basele;+ kodwa kwakusisiphithiphithi+ kwisixeko saseShushan.+ INtshumayeli 10:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Hayi uyolo lwakho lizwe, xa ukumkani wakho engunyana wezidwangube neenkosana zakho zisitya ngexesha elifanelekileyo ukuze zizuze amandla, kungekhona ngenjongo yokusela.+ Isaya 28:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kanjalo naba—ngenxa yewayini balahlekile yaye ngenxa yesiselo esinxilisayo baye babhadula. Umbingeleli nomprofeti+—balahlekile ngenxa yesiselo esinxilisayo, badidekile+ ngenxa yewayini, baye babhadula ngenxa yesiselo esinxilisayo; balahlekile ekuboneni, bayahexa ekwenzeni isigqibo. Daniyeli 5:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Basela iwayini, baza babadumisa oothixo begolide nabesilivere nabobhedu nabentsimbi nabomthi nabamatye.+ Hoseya 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Uhenyuzo newayini newayini enencasa zisusa intshukumisa elungileyo.+
9 “Musa ukusela wayini nasiselo sinxilisayo,+ wena noonyana bakho abakunye nawe, ekungeneni kwenu ententeni yokuhlangana, ukuze ningafi. Ngummiselo wexesha elingenammiselo ezizukulwaneni zenu ke lowo,
15 Baphuma abathwali besigidimi, bekhawuleza+ ngenxa yelizwi likakumkani, kwaye umthetho wawiswa kwinqaba iShushan.+ Ke yena ukumkani noHaman, bahlala phantsi ukuze basele;+ kodwa kwakusisiphithiphithi+ kwisixeko saseShushan.+
17 Hayi uyolo lwakho lizwe, xa ukumkani wakho engunyana wezidwangube neenkosana zakho zisitya ngexesha elifanelekileyo ukuze zizuze amandla, kungekhona ngenjongo yokusela.+
7 Kanjalo naba—ngenxa yewayini balahlekile yaye ngenxa yesiselo esinxilisayo baye babhadula. Umbingeleli nomprofeti+—balahlekile ngenxa yesiselo esinxilisayo, badidekile+ ngenxa yewayini, baye babhadula ngenxa yesiselo esinxilisayo; balahlekile ekuboneni, bayahexa ekwenzeni isigqibo.
4 Basela iwayini, baza babadumisa oothixo begolide nabesilivere nabobhedu nabentsimbi nabomthi nabamatye.+