Yeremiya 5:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Abaprofeti okunene baprofeta ubuxoki;+ ke bona ababingeleli, bahamba besoyisa ngokwamandla abo.+ Kwaye abantu bam bathande ngaloo ndlela;+ yaye niya kwenza ntoni na ekupheleni kwako oku?”+ Yeremiya 23:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Nakubaprofeti baseSamariya+ ndibone imposiso. Benze njengabaprofeti abavuselelwa nguBhahali,+ kwaye baqhubeka besenza abantu bam amaSirayeli ukuba babhadule.+
31 Abaprofeti okunene baprofeta ubuxoki;+ ke bona ababingeleli, bahamba besoyisa ngokwamandla abo.+ Kwaye abantu bam bathande ngaloo ndlela;+ yaye niya kwenza ntoni na ekupheleni kwako oku?”+
13 “Nakubaprofeti baseSamariya+ ndibone imposiso. Benze njengabaprofeti abavuselelwa nguBhahali,+ kwaye baqhubeka besenza abantu bam amaSirayeli ukuba babhadule.+