Genesis 26:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kwathi zakoluleka iintsuku zakhe elapho, wabona uAbhimeleki, ukumkani wamaFilisti, esakukhangela ngefestile, nanko uIsake onwabile kunye noRebheka umfazi wakhe.+ Genesis 29:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Waza uYakobi wakhonza iminyaka esixhenxe ngenxa kaRakeli,+ kodwa yaba ngathi ziintsuku ezimbalwa emehlweni akhe ngenxa yokumthanda kwakhe.+ INgoma yazo iiNgoma 8:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Ndibeke njengetywina entliziyweni yakho,+ njengetywina engalweni yakho; ngenxa yokuba uthando lunamandla njengokufa,+ ukuzingisa ekufuneni uzinikelo olupheleleyo+ akuyekeleli njengeShiyol. Amalangatye alo ngamalangatye omlilo, idangatye likaYa.+ Efese 5:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Madoda, qhubekani nibathanda abafazi+ benu, kanye njengokuba noKRISTU walithandayo ibandla waza wazinikela ngenxa yalo,+
8 Kwathi zakoluleka iintsuku zakhe elapho, wabona uAbhimeleki, ukumkani wamaFilisti, esakukhangela ngefestile, nanko uIsake onwabile kunye noRebheka umfazi wakhe.+
20 Waza uYakobi wakhonza iminyaka esixhenxe ngenxa kaRakeli,+ kodwa yaba ngathi ziintsuku ezimbalwa emehlweni akhe ngenxa yokumthanda kwakhe.+
6 “Ndibeke njengetywina entliziyweni yakho,+ njengetywina engalweni yakho; ngenxa yokuba uthando lunamandla njengokufa,+ ukuzingisa ekufuneni uzinikelo olupheleleyo+ akuyekeleli njengeShiyol. Amalangatye alo ngamalangatye omlilo, idangatye likaYa.+
25 Madoda, qhubekani nibathanda abafazi+ benu, kanye njengokuba noKRISTU walithandayo ibandla waza wazinikela ngenxa yalo,+