Numeri 16:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Kodwa ukuba uYehova uthe wenza isimanga,+ umhlaba wawuvula umlomo wawo, wabaginya nento yonke+ abanayo, behla baya eShiyol bephila,+ noqonda ke ngoko ngokuqinisekileyo ukuba la madoda awabonisanga ntlonelo kuYehova.”+ Numeri 26:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko ke umhlaba wawuvula umlomo wawo waza wabaginya.+ UKora yena, wafa ekufeni kwendibano ngethuba umlilo wadla amadoda angamakhulu amabini anamashumi mahlanu.+ Yaye aba ngumfuziselo.+
30 Kodwa ukuba uYehova uthe wenza isimanga,+ umhlaba wawuvula umlomo wawo, wabaginya nento yonke+ abanayo, behla baya eShiyol bephila,+ noqonda ke ngoko ngokuqinisekileyo ukuba la madoda awabonisanga ntlonelo kuYehova.”+
10 Ngoko ke umhlaba wawuvula umlomo wawo waza wabaginya.+ UKora yena, wafa ekufeni kwendibano ngethuba umlilo wadla amadoda angamakhulu amabini anamashumi mahlanu.+ Yaye aba ngumfuziselo.+