Mateyu 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Banoyolo abo bayiphapheleyo intswelo yabo yokomoya,+ kuba ubukumkani bamazulu bobabo.+ 1 Tesalonika 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko ke, masingalali+ njengoko abanye besenza,+ kodwa masihlale siphaphile,+ sithe qwa.+