IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 4:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Zuza ubulumko,+ zuza ukuqonda.+ Musa ukulibala, uze ungathi gu bucala emazwini omlomo wam.+

  • IMizekeliso 13:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ohamba nezilumko uya kuba sisilumko naye,+ kodwa osebenzisana neziyatha uya kuhlelwa bububi.+

  • IMizekeliso 22:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Thoba indlebe yakho uze uve amazwi ezilumko,+ ukuze uyinikele kanye intliziyo yakho ukwazi kwam.+

  • INtshumayeli 7:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kulunge ngakumbi ukuva ukhalimelo lwesilumko+ kunomntu ova ingoma yabaziziyatha.+

  • Mateyu 7:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Ngenani ngesango elimxinwa;+ ngokuba ibanzi kwaye iphangalele indlela esa entshabalalweni, yaye baninzi abangena ngayo;

  • Luka 13:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 “Zibhokoxeni+ ngamandla ukungena ngomnyango omxinwa,+ kuba ndithi kuni, baninzi abaya kufuna ukungena kodwa bangakwazi,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share