IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 7:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Inkathazo yakhe iya kubuyela entlokweni yakhe,+

      Yaye ugonyamelo lwakhe luya kuhlela phezu kokakayi lwentloko yakhe.+

  • IMizekeliso 1:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Kuba ukukreqa+ kwabangenamava kuko okuya kubabulala,+ nokungabi nankathalo kweziyatha kuko okuya kuzibulala.+

  • INtshumayeli 9:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kuko oku okuyintlekele kuko konke okwenzekayo phantsi kwelanga, ukuthi, ngenxa yokuba kukho isiphelo esinye kubo bonke,+ ngoko intliziyo yoonyana babantu izaliswe bububi;+ yaye kukho impambano+ entliziyweni yabo ebudeni bexesha lokudla kwabo ubomi, baze emva koko—baye kwabafileyo!+

  • INtshumayeli 10:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Owemba umhadi uya kuwela kanye kuwo;+ yaye owaphula udonga lwamatye, inyoka iya kumluma.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share