IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 21:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Waza wongeza wathi: “Ngubani na obengatsho kuAbraham ukuthi, ‘Ngokuqinisekileyo uSara uza kwanyisa abantwana,’ kanti nako ndizele unyana ebudaleni bakhe?”

  • Luka 2:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 ngenxa yokuba amehlo am ayibonile indlela yakho yokusindisa+

  • Filipi 1:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ndikwingcinezelo ngezi zinto zimbini;+ kodwa ndinqwenela ukukhululeka ndize ndibe kunye noKristu,+ kuba oko, ngokuqinisekileyo, kulunge ngakumbi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share