Isaya 52:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 UYehova uhlube ingalo yakhe engcwele phambi kwamehlo eentlanga zonke;+ yaye zonke iziphelo zomhlaba ziya kulubona usindiso loThixo wethu.+ Luka 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 kwaye yonke inyama iya kuyibona indlela kaThixo yokusindisa.’”+ IZenzo 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngapha koko, akukho lusindiso kuye nabani na ongomnye, kuba alikho elinye igama+ phantsi kwezulu elinikelweyo phakathi kwabantu esimele ukusindiswa ngalo.”+
10 UYehova uhlube ingalo yakhe engcwele phambi kwamehlo eentlanga zonke;+ yaye zonke iziphelo zomhlaba ziya kulubona usindiso loThixo wethu.+
12 Ngapha koko, akukho lusindiso kuye nabani na ongomnye, kuba alikho elinye igama+ phantsi kwezulu elinikelweyo phakathi kwabantu esimele ukusindiswa ngalo.”+