INdumiso 21:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba bathumele okubi kuwe;+Bacinge iingcamango abangakwaziyo ukuziphumeza.+ IMizekeliso 16:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Intliziyo yomntu wasemhlabeni isenokucinga ngendlela yakhe,+ kodwa nguYehova owalathisa amanyathelo akhe.+ IMizekeliso 19:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Maninzi amacebo entliziyweni yomntu,+ kodwa isigqibo sikaYehova siso esiya kuma.+ IMizekeliso 20:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuvela kuYehova ukunyathela kwendoda eyomeleleyo.+ Ke yena umntu wasemhlabeni, angayiqonda njani indlela yakhe?+ 1 Korinte 7:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Kodwa ukuba nabani na uzimisele entliziyweni yakhe, engenayo intswelo, kodwa enegunya lokwenza ukuthanda kwakhe yaye enze isigqibo entliziyweni yakhe, sokugcina ubunyulu bakhe, uya kuba wenza kakuhle.+
9 Intliziyo yomntu wasemhlabeni isenokucinga ngendlela yakhe,+ kodwa nguYehova owalathisa amanyathelo akhe.+
24 Kuvela kuYehova ukunyathela kwendoda eyomeleleyo.+ Ke yena umntu wasemhlabeni, angayiqonda njani indlela yakhe?+
37 Kodwa ukuba nabani na uzimisele entliziyweni yakhe, engenayo intswelo, kodwa enegunya lokwenza ukuthanda kwakhe yaye enze isigqibo entliziyweni yakhe, sokugcina ubunyulu bakhe, uya kuba wenza kakuhle.+